Ziphengulule Izibhalo

IGenisis


Listen Later

IGenesis ingoYesu: UYesu uMdali wethu, uYesu uMlondolozi wethu, uYesu uMkhululi wethu.
“Ekuqaleni” zonke izinto ezadalwayo, zonke ezingazange zibekho, zabakho ngoYesu.
Yonke indalo -ukusuka kwiminyele ejikeleza indalo yonke kumavili omlilo angcangcazelayo kunye nokukhanya ukuya kwi-DNA echubekileyo eyalukwa ngokungummangaliso ukuya kumaza omninzi-uYesu wadala kwaye wazigcina zonke.
...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

Ziphengulule IzibhaloBy Kaizer khaya