Ziphengulule Izibhalo

Isiqendu 5 Genesis 9,10,11


Listen Later

Umyalelo wokuqala kaThixo kuluntu emva koNogumbe wawusisiqinisekiso sobomi: Wabaxelela ukuba bande bawuzalise umhlaba (Gen. 9:1). Ingqwalasela yesi sifundo iya kuba kukujongana neenzame zoluntu zokuzalisekisa lo mthetho. Ukuza kuthi ga ngoku, ingxelo yeBhayibhile iphathelele abantu abathile (uAdam noEva, uKayin noAbheli, uSete noNowa). Kwesi sifundo, amabali achaphazela amaqela abantu kwaye anomda jikelele.
...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

Ziphengulule IzibhaloBy Kaizer khaya