Emfuleni Wothando

Masimthuthuzele


Listen Later

Usisi otshatileyo obehlutshwa yindoda yakhe imjolela, imbetha since 2014, ngoku usisi incame wamshiya umyeni wakhe
but ingxaki yakhe bubudlelwane phakathi kwakhe nefamily yakhe, abukho buhle kuba ngoko ebebethwa ngumyeni, ebebalekela kuyo,
kodwa avele abuyele endodeni ifamily engayxelelanga okanye indoda ingaxolisanga. Futhi ke ngoku umyeni akabondli abantwana babo ababini.
...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

Emfuleni WothandoBy Umhlobo Wenene FM