umama utshatile enabantwana ababini nomyeni naye unabantwana ababini, ingxaki ngoku umyeni ufuna bayohlala kowabo emakhaya kodwa babenze isigqibo esithi bazozihlalela kowabo umzi xa betshatile, usisi woyikisela abantwana bakhe uba abazoba comfortable ukuyohlala kulomyeni..uxakiwe ngoku uba enze njani?