intombi ena25years ithandana neboyfriend then ngoku umfana ufuna untshato, utata wentombi akavumi kanti engafuni Nje uyazi uba unomntwana nomakazi womfana yaye yonke lento ayaziwa ngumama wentombi...intombi iyabuza uba ithini kuba iyafuna utshata yona