Emfuleni Wothando

MASIXOLELANE


Listen Later

Ubhuti ufuna ukwazi uba angaxolela kanjani umama wakhe akhule ecinga ukuba ngusisi nje walapha ekhaya,
Only to find out xa kusweleka umakhulu ukuba oyena mama wakho uyaphila , lo ebengcwatwya ngumakhulu.
Nasemva komngcwabo khange ahoywe ngumama wade wabe uyakhula uyasebenza.
...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

Emfuleni WothandoBy Umhlobo Wenene FM