Usisi ufuna ikwazi uba axole njani after wabulawela ifirst born yakhe yentombazana ena 23yrs, She was raped and strangled ngabafana baselalini, abarhanelwa babanjwa baphinda bakhululwa, kwacinywa nelotyala ngamapolisa