
Sign up to save your podcasts
Or


Isebe lophuhliso loluntu eMpuma Koloni livakalise inkxalabo ngokwenyuka kwenani lokulahlwa kweemveku kweli phondo. Susela ngoMarch wonyaka ophelileyo, phantse ibe ngabantwana abangamashumi amane abathe balahlwa, nalapho kwisiganeko sakutsha nje, kuqukwa umntwana oneveki ezelwe nofunyenwe efakwe eplastikhini kwibhulorho yaseMdantsane ngaphandle kwaseMonti. Ngoko mthetho, ukulahla umntwana lulwaphulo mthetho, kwaye ubani angabekwa ityala atshutshiswe. Kodwa ukuva banzi ngalo mba, emnxebeni sibambe isithethi sesebe lophuhliso loluntu, uMpumzi Zuzile...
By SABC NewsIsebe lophuhliso loluntu eMpuma Koloni livakalise inkxalabo ngokwenyuka kwenani lokulahlwa kweemveku kweli phondo. Susela ngoMarch wonyaka ophelileyo, phantse ibe ngabantwana abangamashumi amane abathe balahlwa, nalapho kwisiganeko sakutsha nje, kuqukwa umntwana oneveki ezelwe nofunyenwe efakwe eplastikhini kwibhulorho yaseMdantsane ngaphandle kwaseMonti. Ngoko mthetho, ukulahla umntwana lulwaphulo mthetho, kwaye ubani angabekwa ityala atshutshiswe. Kodwa ukuva banzi ngalo mba, emnxebeni sibambe isithethi sesebe lophuhliso loluntu, uMpumzi Zuzile...