trufm Current Affairs

13 11 2024 DISTRICT MODEL


Listen Later

FOCUS:  Annual District Development Model conference.

INTRO:  Ukukwazi ukumelana kwaye luhambelane neenguqu kubuchwepheshe, uluntu loMzantsi Afrika ingakumbi ulutsha oluza kuqalisa ukuphangela, kufuneka lukwazi ukuziqhelanisa nehlabathi eliguqukayo, ze lufunde izakhono ezintsha, khon' ukuze lukwazi ukuzixhobisa ngeendlela zokufumana ulwazi oluludingayo kwi-internet, olufana nokuphonononga iinkcukacha namanani, kwanokusebenzisa iinkqubo zekhompyutha.  Kukho iimbono ekuye kwabelwana ngazo ngalo mba, kwinkomfa yaminyaka le yenkqubo ebizwa iDistrict Development Model, neqhubayo kwezi ntsuku zimbini zizayo kwiDyunivesiti iNelson Mandela, eGqeberha eMpuma Koloni.  USinethemba Witi usenzele le ngxelo...

...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

trufm Current AffairsBy SABC News