
Sign up to save your podcasts
Or


Umphathiswa wemfundo esisiseko uSiviwe Gwarube uthi akubangakho ziganeko zixhomis'amehlo ezichaziweyo kusuku lokuqala lokuvulwa kwezikolo. uGwarube ubetyelele ezinye izikolo kwiphondo leMpuma Koloni, kuquka isikolo sembali samabanga aphakamileyo i Healdtown, ukuya kuhlola ukulungela kwaso inkqubo yokufunda nokufundisa kunyaka ka 2025. Masive ingxelo ku Lubabalo Dada...
By SABC NewsUmphathiswa wemfundo esisiseko uSiviwe Gwarube uthi akubangakho ziganeko zixhomis'amehlo ezichaziweyo kusuku lokuqala lokuvulwa kwezikolo. uGwarube ubetyelele ezinye izikolo kwiphondo leMpuma Koloni, kuquka isikolo sembali samabanga aphakamileyo i Healdtown, ukuya kuhlola ukulungela kwaso inkqubo yokufunda nokufundisa kunyaka ka 2025. Masive ingxelo ku Lubabalo Dada...