
Sign up to save your podcasts
Or


Ngomhla weshumi kweYenkanga kuphehlelelwe incwadi ebizwa ukuba 'Imfundiso kubhalo loncwadi Isixhosa' eKapa kwiphondo leMpuma Koloni. Le ncwadi nebhalwe nguVuyani Nkunzi injongo yayo kukunika iingcebiso kwabo benza izifundo zolwimi lwesiXhosa. Ukusabela banzi emnxebeni, sibambe kanye lombhali uVuyani Nkunzi...
By SABC NewsNgomhla weshumi kweYenkanga kuphehlelelwe incwadi ebizwa ukuba 'Imfundiso kubhalo loncwadi Isixhosa' eKapa kwiphondo leMpuma Koloni. Le ncwadi nebhalwe nguVuyani Nkunzi injongo yayo kukunika iingcebiso kwabo benza izifundo zolwimi lwesiXhosa. Ukusabela banzi emnxebeni, sibambe kanye lombhali uVuyani Nkunzi...