
Sign up to save your podcasts
Or


Ikomiti yomgaqo nkqubo wezimali kwibhanka enguvimba, ivumelene ngamxhelo-mnye ukuba ilicuthe nge 25 basis points iqondo lenzala kwimali mboleko, nto leyo ithetha ukuba ngoku limi kwinto engaphezulwana nje kwisixhenxe ekhulwini, 7-point-75 Percent. Irhuluneli yebhanka enguvimba uLesetja Kganyago, ithi lo gama ithande ukuphucuka inkangeleko yoMzantsi Afrika kodwa isengumngeni leyo yehlabathi. Ukusabela ngokuthethwa koku, emnxebeni ngoku sinaye umhlalutyi wemiba yoqoqosho ozimeleyo uGqirha Bonke Dumisa...
By SABC NewsIkomiti yomgaqo nkqubo wezimali kwibhanka enguvimba, ivumelene ngamxhelo-mnye ukuba ilicuthe nge 25 basis points iqondo lenzala kwimali mboleko, nto leyo ithetha ukuba ngoku limi kwinto engaphezulwana nje kwisixhenxe ekhulwini, 7-point-75 Percent. Irhuluneli yebhanka enguvimba uLesetja Kganyago, ithi lo gama ithande ukuphucuka inkangeleko yoMzantsi Afrika kodwa isengumngeni leyo yehlabathi. Ukusabela ngokuthethwa koku, emnxebeni ngoku sinaye umhlalutyi wemiba yoqoqosho ozimeleyo uGqirha Bonke Dumisa...