
Sign up to save your podcasts
Or


Inkampani yamagqwetha i-B Xulu & Partners Incorporated, ibhenele kwinkundla ephakamileyo yaseRhawutini ngelifuna ukuba le nkundla ibekele bucala isigqibo sikaMongameni Cyril Ramaphosa, sokuchonga u-Advocate Andy Mothibi njengentloko entsha yegunya-bantu lezotshutshiso, iNPA. UMothibi nobekhokela icandelo elikhethekileyo lophando iSIU, uchongwe ngumongameli kunyaka ophelileyo ukuba akhokele i-NPA, nanjengoko ixesha lika-Advocate Shamila Batohi kule ofisi lifikelele esiphelweni, emva kweminyaka elishumi exhuzula imikhala. UAyabonga Kekana emnxebeni uncokola nengcali yezomthetho, u-Advocate Asanda Bleki...
By SABC NewsInkampani yamagqwetha i-B Xulu & Partners Incorporated, ibhenele kwinkundla ephakamileyo yaseRhawutini ngelifuna ukuba le nkundla ibekele bucala isigqibo sikaMongameni Cyril Ramaphosa, sokuchonga u-Advocate Andy Mothibi njengentloko entsha yegunya-bantu lezotshutshiso, iNPA. UMothibi nobekhokela icandelo elikhethekileyo lophando iSIU, uchongwe ngumongameli kunyaka ophelileyo ukuba akhokele i-NPA, nanjengoko ixesha lika-Advocate Shamila Batohi kule ofisi lifikelele esiphelweni, emva kweminyaka elishumi exhuzula imikhala. UAyabonga Kekana emnxebeni uncokola nengcali yezomthetho, u-Advocate Asanda Bleki...