
Sign up to save your podcasts
Or


UMzantsi Afrika uphawula iveki egxile ekuchaseni ukucalucalulwa kwabantu ngokobuhlanga, i Anti-Racism Week ngolwasemzini. Le veki ikwa sisikhumbuzo sokuphathwa gadalala nokubulawa kwabantu abamnyama, bebulawa ngurhulumente wengcinezelo. Ukungalingani okusabonakalayo phakathi kwabamnyama nabamhlophe kweli lizwe, isengunobangela wokungaboni ngasonye phakathi kweentlanga zeli. Nakubeni eli lizwe lenze kangangoko ukuqinisekisa ukuba ucalucalulo ngokobuhlanga lusiphulwa neengcambu, kodwa kubonakala ngathi le yingxaki ekunzima ukuyiphelisa ngokupheleleyo. Ukuxoxa banzi ngalo mba, emnxebeni uAmanda Xhala ubambe ongusekala-mlawuli ojongene nokupheliswa kokucalucalulana ngokobuhlanga kwiSebe lezobulungisa nophuhliso lomgaqo-siseko, uPheleka Dzingwe...
By SABC NewsUMzantsi Afrika uphawula iveki egxile ekuchaseni ukucalucalulwa kwabantu ngokobuhlanga, i Anti-Racism Week ngolwasemzini. Le veki ikwa sisikhumbuzo sokuphathwa gadalala nokubulawa kwabantu abamnyama, bebulawa ngurhulumente wengcinezelo. Ukungalingani okusabonakalayo phakathi kwabamnyama nabamhlophe kweli lizwe, isengunobangela wokungaboni ngasonye phakathi kweentlanga zeli. Nakubeni eli lizwe lenze kangangoko ukuqinisekisa ukuba ucalucalulo ngokobuhlanga lusiphulwa neengcambu, kodwa kubonakala ngathi le yingxaki ekunzima ukuyiphelisa ngokupheleleyo. Ukuxoxa banzi ngalo mba, emnxebeni uAmanda Xhala ubambe ongusekala-mlawuli ojongene nokupheliswa kokucalucalulana ngokobuhlanga kwiSebe lezobulungisa nophuhliso lomgaqo-siseko, uPheleka Dzingwe...