trufm Current Affairs

30 MINUTES LIVE - BCM INDIGENTS


Listen Later

Umasipala ombaxa iBuffalo City, eMpuma Koloni, uphulukana nee billon zerandi ngenxa yabantu abaxhaphaza inkqubo yokufumana iinkonzo zamanzi nombane simahla kuMasipala. Le nkqubo, neyaziwa ngokuba yi-indigent system, ibonelela abahlali balo masipala abangakwazi ukuhlawula iinkonzo zikamasipala, ngenxa yemo yentlalo noqoqosho. Ingaba lo masipala wenza ntoni ukuqinisekisa ukuba kuxhamla abantu abangabo kule nkqubo? Emnxebeni u-Ayabonga uthetha nesithethi seBuffalo City Metro, uSamkelo Ngwenya...

...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

trufm Current AffairsBy SABC News