
Sign up to save your podcasts
Or


Lushiyeke lungenanto zokukhwela ngale ntsasa uluntu lwaseKariega, kumasipala ombaxa iNelson Mandela Bay, kwiMpuma Koloni, kulandela uqhankqalazo lwabaqhubi beetaxi. Aba baqhubi banyanzelisa ukwakhiwa ngokutsha kwebhulorho iMatanzima, neyadilizwa zizikhukhula zonyaka ophelileyo. Kunangoku, aba notaxi bathi umasipala akakayilungisi le bhulorho, nto leyo eyenza kubenzima ukusebenza kubo. Ukuva banzi ngalo mba, emnxebeni uAyabonga Kekana ubambe igosa lezonxibelelwano kumbutho iUitenhage District Taxi Association, uLubabalo Vesele...
By SABC NewsLushiyeke lungenanto zokukhwela ngale ntsasa uluntu lwaseKariega, kumasipala ombaxa iNelson Mandela Bay, kwiMpuma Koloni, kulandela uqhankqalazo lwabaqhubi beetaxi. Aba baqhubi banyanzelisa ukwakhiwa ngokutsha kwebhulorho iMatanzima, neyadilizwa zizikhukhula zonyaka ophelileyo. Kunangoku, aba notaxi bathi umasipala akakayilungisi le bhulorho, nto leyo eyenza kubenzima ukusebenza kubo. Ukuva banzi ngalo mba, emnxebeni uAyabonga Kekana ubambe igosa lezonxibelelwano kumbutho iUitenhage District Taxi Association, uLubabalo Vesele...