trufm Current Affairs

30 MINUTES LIVE - E-hailing drivers given 180 days to comply with new rules


Listen Later

Abaqhubi bezithuthi ezibizwa nge e-hailing banikwe iintsuku ezilikhulu elinamashumi asibhozo (180 days) ukuba bathobele imiqathango emitsha elawula le nkonzo. Le miqathango nephantsi komthetho wezothutho ngeendlela, iNational Land Transport Act, iyithatha inkqubo ye E-hailing nje ngothutho lukawonke-wonke olusemthethweni kweli. Oku kuthetha ukuba bonke abaqhubi kufuneka bebhalisele iilayisenisi zokusebenza kumaphondo olithoba eli lizwe, nezizakuthi zivuselelwe qho emva kweminyaka emihlanu. Ukuxoxa banzi ngalo mba, emnxebeni sibambe unobhala wombutho i-Eastern Cape E-Hailers Association, uMfundiso Gana...

...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

trufm Current AffairsBy SABC News