
Sign up to save your podcasts
Or


Ingxowamali ebizwa iTshiamiso Trust, ibongoza bonke ababesakusebenza kwimigodi yegolide kweli loMzantsi Afrika, okanye iintsapho zabo, ingakumbi abo bathi bachatshazelwa sisifo isilicosis okanye isifo sephepha (TB) ukuba beze ngaphambili, ngelokujonga ukuba baselungelweni lokuxhamla kusini na kule ngxowamali. Iphondo iMpuma Koloni lelona kugxilwe kakhulu kulo. Ukusabela banzi ngalo mba, u-Ayabonga Kekana ubambe umanejala wezonxibelelwano kwi Tshiamiso Trust, uLusanda Jiya.
By SABC NewsIngxowamali ebizwa iTshiamiso Trust, ibongoza bonke ababesakusebenza kwimigodi yegolide kweli loMzantsi Afrika, okanye iintsapho zabo, ingakumbi abo bathi bachatshazelwa sisifo isilicosis okanye isifo sephepha (TB) ukuba beze ngaphambili, ngelokujonga ukuba baselungelweni lokuxhamla kusini na kule ngxowamali. Iphondo iMpuma Koloni lelona kugxilwe kakhulu kulo. Ukusabela banzi ngalo mba, u-Ayabonga Kekana ubambe umanejala wezonxibelelwano kwi Tshiamiso Trust, uLusanda Jiya.