trufm Current Affairs

30 MINUTES LIVE - FUEL LEVY


Listen Later

Ziyabethana izimvo ngesibhengezo sikaRhulumente sokwenyusa irhafu kumafutha ezithuthi. Kulindeleke ukuba lo funqu uqalise kwinyanga ezayo emva kokuba ikhe ayonyuwa isithuba seminyaka emithathu. Umphathiswa wesebe lemali, u-Enoch Godongwana, ngoLwesithathu uthe thaca uhlahlo-lwabiwo lonyaka-mali ka-2025/26 ePalamente eKapa. Emnxebeni uAyabonga ubambe ingcali kwimiba yezoqoqosho, uNjingalwazi Bonke Dumisa...

...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

trufm Current AffairsBy SABC News