
Sign up to save your podcasts
Or


Kukho ingqina elitsha namhlanje kwikomishoni kaMadlanga emva kokuba ibithathe ikhefu kwinyanga ephelileyo. Ingqina lokugqibela kulekomishoni kunyaka ephelileyo, yayingumphathiswa wamapolisa onqunyanyisiweyo uSenzo Mchunu. Ngomhla wamashumi asixhenxe kwinyanga yoMnga, le komishoni yakhupha ingxelo yethutyana nanjengoko isigaba sokuqala sele sigqityiwe. Le komishoni yamiselwa ngumongameli uCyril Ramaphosa emva kokuba umkomishinala wamapolisa KwaZulu-Natal, uGeneral Nhlanhla Mkhwanazi, wabiza indibano noonondaba nalapho wenza izityholo ngolwaphulo mthetho olwenzeka ngaphakathi esipoliseni. Emnxebeni, uAyabonga Kekana ubambe intatheli elandela eli nqaku, uSibahle Motha...
By SABC NewsKukho ingqina elitsha namhlanje kwikomishoni kaMadlanga emva kokuba ibithathe ikhefu kwinyanga ephelileyo. Ingqina lokugqibela kulekomishoni kunyaka ephelileyo, yayingumphathiswa wamapolisa onqunyanyisiweyo uSenzo Mchunu. Ngomhla wamashumi asixhenxe kwinyanga yoMnga, le komishoni yakhupha ingxelo yethutyana nanjengoko isigaba sokuqala sele sigqityiwe. Le komishoni yamiselwa ngumongameli uCyril Ramaphosa emva kokuba umkomishinala wamapolisa KwaZulu-Natal, uGeneral Nhlanhla Mkhwanazi, wabiza indibano noonondaba nalapho wenza izityholo ngolwaphulo mthetho olwenzeka ngaphakathi esipoliseni. Emnxebeni, uAyabonga Kekana ubambe intatheli elandela eli nqaku, uSibahle Motha...