trufm Current Affairs

30 MINUTES LIVE - POPIA MATRIC


Listen Later

Igunyabantu elilawula iinkcukacha iInformation Regulator, liyalele isebe lemfundo esi siseko ukuba limilisele inkqubo apho umzali ezakunikeza imvume kwisebe ukuba lipapashe iziphumo zomntwana zebanga leshumi. Ngaphambili, amagama abafundi, iifani kwakunye neziphumo, zazipapashwa kumaphephandaba. Kodwa ekuhambeni kwexesha isebe laye lapapasha iinombolo zabafundi zokubhala kuphela. Eli gunyabantu lithi ukupapashwa kwezi ziphumo kukungawuthobeli umthetho ogxile ekupapasheni iinkcukacha zomntu. Ukusabela banzi, u-Ayabonga Kekana uthethe nophuma kwigunyabantu elilawula iinkcukacha, i-Information Regulator ngolwasemzini, uNomzamo Zondi...

...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

trufm Current AffairsBy SABC News