trufm Current Affairs

30 MINUTES LIVE - SACP


Listen Later

Umbutho wamakomanisi, iSACP, ukhwebe intlanganiso ekhethekileyo yamahlakani kanxantathu. Oku kulandela ukungaboni ngasonye kwalo mbutho ne-ANC, ngomba ongqamene norhulumente wobumbano, iGNU.  Kumaxa angaphambili, lo mbutho ubuye ubhengeze ukuba uza kuzigqatsela unyulo ngexa lonyulo, kodwa kunangoku, oko akukenzeki.  U-Ayabonga uncokole nentatheli yeli jelo, uNtebo Mokobo, ngale nyewe... 

...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

trufm Current AffairsBy SABC News