trufm Current Affairs

30 MINUTES LIVE - USA RAMAPHOSA


Listen Later

Kwindibano noonondaba, umongameli waseMelika uDonald Trump, uthe kwiveki ezayo bazakuhlangana neenkokheli zelizwe loMzantsi Afrika. Izolo, bagaleleke eMelika abemi boMzantsi Afrika abamhlophe abantetho isisibhulu, nabathe bafaka izicelo zokuba ziimbacu kwelalizwe kuba besithi baya calucalulwa. Urhulumente woMzantsi Afrika uyigxekile lenkqubo, kwaye uyichaza njengenyathelo eliphenjelelwa zezopolitiko. Kulindeleke kwezinyanga zizayo elinye iqela liye kwela lizwe. Emnxebeni, uAyabonga Kekana ubambe ingcali kwimiba yamazwe angaphandle, uGqirha Mkhuseli Vimba... 

...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

trufm Current AffairsBy SABC News