
Sign up to save your podcasts
Or


Masijonge kumasipala ombaxa iBuffalo City, apha ephondweni ukuba bona balungiselele kanjani ukuqinisekisa ukhuseleko kubantu balo masipala ngale mini inkulu itshayelela ukwamkela unyaka omtsha ka-2025. Emnxebeni sinaye othethela lo masipala uSamkelo Ngwenya…
By SABC NewsMasijonge kumasipala ombaxa iBuffalo City, apha ephondweni ukuba bona balungiselele kanjani ukuqinisekisa ukhuseleko kubantu balo masipala ngale mini inkulu itshayelela ukwamkela unyaka omtsha ka-2025. Emnxebeni sinaye othethela lo masipala uSamkelo Ngwenya…