
Sign up to save your podcasts
Or


Abahlali baseValencia eAddo eMpuma Koloni basothukile ngokubulawa komnye wabo, nekutyholwa ukuba ubulewe ngummi welinye ilizwe. Izenzo zokuziphindezela zikhokhelele ekuswelekeni kwabemi bangaphandle abathathu. Iintlanganiso phakathi komasipala kunye noluntu azikhange zibe yimpumelelo kuba abahlali besithi abafuni abemi bamanye amazwe babuyele kwilali yabo. ULerato Fekisi usenzele le ngxelo....
By SABC NewsAbahlali baseValencia eAddo eMpuma Koloni basothukile ngokubulawa komnye wabo, nekutyholwa ukuba ubulewe ngummi welinye ilizwe. Izenzo zokuziphindezela zikhokhelele ekuswelekeni kwabemi bangaphandle abathathu. Iintlanganiso phakathi komasipala kunye noluntu azikhange zibe yimpumelelo kuba abahlali besithi abafuni abemi bamanye amazwe babuyele kwilali yabo. ULerato Fekisi usenzele le ngxelo....