
Sign up to save your podcasts
Or


Urhulumente wephondo i Mpuma Koloni ubekele bucala imali engange two billion randi ukujongana nemiba yendlala kubantwana, ukungondleki kunye nokuqinisekisa ukuba bafumana ukutya. Lemingeni ichaphazela amawaka amakhaya angathathi ntweni kweliphondo, noninzi lwawo lunabantwana abahlala bodwa. Ngelixa enikeza intetho yakhe yomgaqo nkqubo kwindlu yowiso mthetho, umphathiswa wesebe lemfundo u Fundile Gade, uthe belisebe babekele bucala imali engange 1.8 bhiliyoni randi kulenkqubo, ngelixa amanye amasebe afana nelezolimo kunye nelemicimbi yezekhaya, nawo ezibophelele ekubekeleni bucala imali kwaku lenkqubo. Ukuncokola banzi ngoku, emnxebeni sinaye umphathiswa wesebe lemfundo apha ephondweni u Fundile Gade
By SABC NewsUrhulumente wephondo i Mpuma Koloni ubekele bucala imali engange two billion randi ukujongana nemiba yendlala kubantwana, ukungondleki kunye nokuqinisekisa ukuba bafumana ukutya. Lemingeni ichaphazela amawaka amakhaya angathathi ntweni kweliphondo, noninzi lwawo lunabantwana abahlala bodwa. Ngelixa enikeza intetho yakhe yomgaqo nkqubo kwindlu yowiso mthetho, umphathiswa wesebe lemfundo u Fundile Gade, uthe belisebe babekele bucala imali engange 1.8 bhiliyoni randi kulenkqubo, ngelixa amanye amasebe afana nelezolimo kunye nelemicimbi yezekhaya, nawo ezibophelele ekubekeleni bucala imali kwaku lenkqubo. Ukuncokola banzi ngoku, emnxebeni sinaye umphathiswa wesebe lemfundo apha ephondweni u Fundile Gade