Kule mfundiso, uVelile Mbenene ukhuthaza ababukeli ukuba iimzimba zethu ziyitempile kaThixo. Ubakhuthaza ukuba bahloniphe uThixo ekuziphatheni kwabo, ekunakekeleni imizimba yabo, kwaye bahlale beqinile ngokomoya, bethembele kuThixo kuzo zonke iimeko.
In this devotional, Velile Mbenene reminds listeners that our bodies are God’s temple. She encourages us to honor God in how we live, care for ourselves, and remain spiritually strong, trusting Him in all circumstances.