
Sign up to save your podcasts
Or


Zirhoxisiwe izityholo ngakumama wase Mpuma Koloni otyholwa ngokubulala indoda eneminyaka engamashumi mathandathu anesihlanu ubudala, etyholwa ngokudlwengula intombi yakhe ephila nokhubazeko. Lomama oneminyaka engamashumi mane anesine ubudala, uvele kwinkundla kamantyi yaseCacadu efudula iyi Lady Frere. Esisehlo senzeke kulonyaka uphelileyo eCacadu. Umama lo waye wabanjwa waphuma ngebheyile yamakhulu amahlanu eerandi. u Nomzwanele Mngoma uyabalisa.....
By SABC NewsZirhoxisiwe izityholo ngakumama wase Mpuma Koloni otyholwa ngokubulala indoda eneminyaka engamashumi mathandathu anesihlanu ubudala, etyholwa ngokudlwengula intombi yakhe ephila nokhubazeko. Lomama oneminyaka engamashumi mane anesine ubudala, uvele kwinkundla kamantyi yaseCacadu efudula iyi Lady Frere. Esisehlo senzeke kulonyaka uphelileyo eCacadu. Umama lo waye wabanjwa waphuma ngebheyile yamakhulu amahlanu eerandi. u Nomzwanele Mngoma uyabalisa.....