trufm Current Affairs

Concerns have been raised about "deadly force" used police.


Listen Later

Kukho isimemelelo sokuba amapolisa anxibe iikhamera xa esemsebenzini ukuze kujongwe umsebenzi wabo. Oku kuza emva kwenkxalabo yokuba amapolisa angasebenzisa amagunya awo ukudubula abulale abantu abamsulwa, kwisizathu sokuba ebezikhusela kudubulwano obelukhona phakathi kwawo noonqevu. Ayabonga Kekana ubambe udliwanondlebe ingcali kwiinkqubo nolawulo lwenkonzo yesipolisa uZimisele Nxafani... 

...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

trufm Current AffairsBy SABC News