
Sign up to save your podcasts
Or


IPost bank iyicacisile into yokuba inyanga yokugqibela ukuba abaxhamli bendodla batshintshe amakhadi abo ambala wegolide bafumane amnyama akwa Post bank, nguCanzibe hayi uTshazimpuzi. Oku kulandela intetho kamphathiswa kwi ofisi ka mongameli, uKhumbudzo Ntshavheni, ngethuba ethetha emva kwendibano yeCabinet, nalapho athe ixesha lokugqibela landiselwe umhla wamashumi amathathu kuTshazimpuzi. Ingqonyela kwa Postbank, uNikki Mbengashe, ebethetha nonondaba ePitoli. Masive nantsi ingxelo ka Phumzile Mlangeni...
By SABC NewsIPost bank iyicacisile into yokuba inyanga yokugqibela ukuba abaxhamli bendodla batshintshe amakhadi abo ambala wegolide bafumane amnyama akwa Post bank, nguCanzibe hayi uTshazimpuzi. Oku kulandela intetho kamphathiswa kwi ofisi ka mongameli, uKhumbudzo Ntshavheni, ngethuba ethetha emva kwendibano yeCabinet, nalapho athe ixesha lokugqibela landiselwe umhla wamashumi amathathu kuTshazimpuzi. Ingqonyela kwa Postbank, uNikki Mbengashe, ebethetha nonondaba ePitoli. Masive nantsi ingxelo ka Phumzile Mlangeni...