trufm Current Affairs

DeceasednWSU student shot from the back


Listen Later

: Luvakalise umothuko usapho lomfundi weziko lemfundo ephakamileyo, iWSU, oneminyaka engamashumi amabini anesine ubudala, odutyulwe wabulawa ngexesha loqhankqalazo lwabafundi eMthatha eMpuma Koloni, ziindaba ezivele enkundleni zokuba unyana wabo, uSisonke Mbolekwa, wadutyulwa ngasemva. Oku kuvele ngethuba exinwa ngemibuzo umrhanelwa oneminyaka engamashumi amahlanu anesine ubudala, ngokuba kwenzeka ntoni kanye kanye ngexesha lesehlo. Umbuso uthi iziphumo emva koqhaqho lomzimba zibonakalisa ukuba lo mfundi waadutyulwa ngasemva. Umfi lo, uSisonke Mbolekwa nabanye abafundi ababini, baadutyulwa ngelixa kuqhankqalazwa. UFundiswa Mhlekude usenzele lengxelo...

...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

trufm Current AffairsBy SABC News