trufm Current Affairs

Departments come to gather to help student after appendicitis surgery


Listen Later

Isebe lezemfundo nophuhliso lwentlalo eMpuma Koloni, abambene ngezandla ngelokunceda umfundi oneminyaka elishumi elinesibhozo ubudala wakwilokishi iMotherwell, ongakwaziyo ukuya esikolweni emva kotyando lwethunjana elikumazantsi esisu (Appendicitis), kwisibhedlele iLivingstone eGqeberha. Lo mfundi ubephuma engena esibhedlele susela utyando lwakhe lokuqala kwinyanga yeNkanga (November) kunyaka ophelileyo, kwaye bekufanele ukuba wenza ibanga lematriki kulo nyaka, kodwa impilo yakhe iya isiba mbi nangakumbi. Masive ingxelo ku Ntombozuko Balintulo...

...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

trufm Current AffairsBy SABC News