trufm Current Affairs

EC govenrnent need 5.1 Billion fo rebuild after floods


Listen Later

Urhulumente wephondo iMpuma Koloni uqikelela imali ebalelwa ngapha kwe-five billion yeerandi ezakudingeka ukulungiswa umonakalo odwalwe zizikhukula kwimimandla eyohlukeneyo ephondweni kwiiveki ezimbini eziphelileyo. Ummandla ochaphazeleke kakhulu kwezi zikhukula, ngumasipala i-OR Tambo, nequka idolophu uMthatha. Masive ukuba le mali izakuya phi ilungise ntoni. Emnxebeni sinaso isitehethi sikarhulumente wephondo, uKhuselwa Rantjie…

...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

trufm Current AffairsBy SABC News