
Sign up to save your podcasts
Or


URhulumente wephondo iMpuma Koloni ngokusebenzisana necandelo labucala, baphehlelele iphulo lokuncedisa ukuhlawulela abafundi ityala abanalo kumaziko emfundo ephakamileyo. Imali ebekelwe bucala ukucima la matyala ibalelwa kwi-70 million rands, kwaye abo bazakuxhamla kuyo ngabo bagqibe izifundo zabo nto nje abakwazi ukufumana iziqinisekiso zabo zemfundo kuba betyala amaziko ebebefunda kuwo. Masincokole ngokubanzi ngoku nothethela uRhulumente wephondo, uKhuselwa Rantjie…
By SABC NewsURhulumente wephondo iMpuma Koloni ngokusebenzisana necandelo labucala, baphehlelele iphulo lokuncedisa ukuhlawulela abafundi ityala abanalo kumaziko emfundo ephakamileyo. Imali ebekelwe bucala ukucima la matyala ibalelwa kwi-70 million rands, kwaye abo bazakuxhamla kuyo ngabo bagqibe izifundo zabo nto nje abakwazi ukufumana iziqinisekiso zabo zemfundo kuba betyala amaziko ebebefunda kuwo. Masincokole ngokubanzi ngoku nothethela uRhulumente wephondo, uKhuselwa Rantjie…