
Sign up to save your podcasts
Or


I ofisi kamongameli ichaze usuku lwanamhlanje njengosuku lokuzila kulandela izikhukhula ezithwaxe iMpuma Koloni zasuba ubomi babantu abangapha kwamashumi asithoba, zashiya amawaka engenamakhaya. Ukuzakuthi ga ngoku basekhona abantu abangekafumaneki kwaye inkqubo yohlangulo nokukhangela isaqhuba. Inkonzo yesikhumbuzo sabo bangasekhoyo iyaqhuba sithetha nje eMthatha, yilento sithe masimeme othethela urhulumente wephondo u Khuselwa Rantjie......
By SABC NewsI ofisi kamongameli ichaze usuku lwanamhlanje njengosuku lokuzila kulandela izikhukhula ezithwaxe iMpuma Koloni zasuba ubomi babantu abangapha kwamashumi asithoba, zashiya amawaka engenamakhaya. Ukuzakuthi ga ngoku basekhona abantu abangekafumaneki kwaye inkqubo yohlangulo nokukhangela isaqhuba. Inkonzo yesikhumbuzo sabo bangasekhoyo iyaqhuba sithetha nje eMthatha, yilento sithe masimeme othethela urhulumente wephondo u Khuselwa Rantjie......