trufm Current Affairs

EC Govt officials extorting gueshouse for cashback


Listen Later

Kukho izityholo zabasebenzi baseburhulumenteni ekuthiwa banyanzelisa ukuhlawulwa imali ngabanini beendawo zokulala, iGuest Houses. Kutyholwa ngokuba le mali banyazelisa ngayo yileyo ihlawulwa ngumqeshi kwaba banini be-Guest House ukuba balungiselelwe ukutya nokulala, xa bethe baphuma nomsebenzi. Kodwa bona abasebenzi baye banyanzelise ukuba eyokutya bayinikwe ngaba somashishini. Kuye kwafakwa isikhalazo kwi-ofisi yomphathiswa wesebe lophuhliso lwezoqoqosho eMpuma Koloni, Mlungisi Mvoko malunga noku. Kwaye ukusabela banzi masamkele enkqubeni yena kanye uMphathiswa Mvoko…

...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

trufm Current AffairsBy SABC News