
Sign up to save your podcasts
Or


Nanjengoko kulindeleke ukuba uMphathiswa uGodongwana emva kwemini athi thaca uhlahlo lwabiwo-mali lonyaka mali ka-2025/26, kulindeleke aze namaqhinga okucutha ityala likaRhulumente, nawenkcitho karhulumente engazokutyabula abarhafi beli, nezicwangciso zikaRhulumente zokukhulisa uqoqosho kudalwe nemisebenzi phakathi kwezinye izinto. U Ayabonga Kekana ubambe udliwano ndlebe noyingcali kwimiba yezoqoqosho norhulumento, nosuka kwiDyunivesithi iWits, uGqirha Asanda Fotoyi
By SABC NewsNanjengoko kulindeleke ukuba uMphathiswa uGodongwana emva kwemini athi thaca uhlahlo lwabiwo-mali lonyaka mali ka-2025/26, kulindeleke aze namaqhinga okucutha ityala likaRhulumente, nawenkcitho karhulumente engazokutyabula abarhafi beli, nezicwangciso zikaRhulumente zokukhulisa uqoqosho kudalwe nemisebenzi phakathi kwezinye izinto. U Ayabonga Kekana ubambe udliwano ndlebe noyingcali kwimiba yezoqoqosho norhulumento, nosuka kwiDyunivesithi iWits, uGqirha Asanda Fotoyi