trufm Current Affairs

Elderly sbilings shooting in the Eastern Cape


Listen Later

Usapho lweenkondekazi ezimbini ezizalwa kunye, nezidutyulwe zabulawa ngethuba zilele kwikhaya lazo elikwi lali yase Upper Ncera ngaphandle kwase Dikeni eMpuma Koloni, lumemelela kwii arhente zonyanzeliso mthetho ukuba zikhawulezise uphando lwazo ukuze kohlwaywe abo banesandla ekubhubheni kwesisibini. Unobangela woluhlaselo nolwenzeke ngobusuku bangoMvulo awukaziwa, kwaye akukho mntu ubanjiweyo ngokwa ngoku. ULubabalo Dada usenzele le ngxelo...

...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

trufm Current AffairsBy SABC News