trufm Current Affairs

Experts deploye to rescue BCM


Listen Later

Urhulumente kazwelonke wenze ungenelelo ukuhlangula umasipala ombaxa osezingxakini, i Buffalo City. Urhulumente uthumumele igqiza leengcali ezizakusa uzinzo kulomasipala, phantsi kongenelelo olukhethekileyo lomgaqo siseko. Ngokwesolotya lika section 154 lomgaqo siseko nowenzelwe ukuqinisa ulawulo loomasipala, isebe lentsebenziswano kulawulo lukarhulumente libhengeze ukuba lizakuthumela igqiza leengcali  kulomasipala ukujongana neengxaki ezinzulu zolawulo. Kodwa ukuva banzi ngoku, emnxebeni sinaye othethela u Cogta apha ephondweni, u Phello Olifant....

...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

trufm Current AffairsBy SABC News