Sign up to save your podcastsEmail addressPasswordRegisterOrContinue with GoogleAlready have an account? Log in here.
FAQs about Ezemidlalo:How many episodes does Ezemidlalo have?The podcast currently has 380 episodes available.
January 28, 2022Mr Thandabantu Thandi AugustNamhlanje siphawula igqala kumdlalo wombhoxo uTata uThandi, Yinzalelwane yase Komani ngo 1948, waze wakhulela eTinarha /Kariyerha apho adibene khona nombhoxo ngo 1959 eMqhayi Primary School. Uye wadlala kwiqela iSwallowa apho wadibana khona nabadlali abaquka ongasekhoyo uMorgan Cushe, Vusumzi Nakani no Tommy Ntshyane.......more37minPlay
August 31, 2021Mr Tebogo MokoenaSamnkela igqala kwibhola ekhatywayo uTebogoMokoena, Inzalelwane yaseThokoza wazibonakalisa kwiqela leJomo Cosmos waze wadlulela kwi FC St. Gallen eSwitzerland wabuyela kwi Cosmos. Udlalile nakwiMamelodi Sundowns nakwi Bidvest Wits. Ngoku usebenza kwiphulo lokunikela ngee Soccer boots kubantwana abangathathintweni iBoots for Africa…...more10minPlay
August 24, 2021Mr Thami MshenguNgokuhlwanje sijonga iprofessional league yamanenekazi, bekumele ukuba ikwisiqingatha sesibini okanye umlenze wesibini kule season kodwa yathiwa xha ngenxa ye lock down nee cases ze Covid-19. Sithetha nentatheli ezimeleyo (independent) ebhala ngale league...more9minPlay
FAQs about Ezemidlalo:How many episodes does Ezemidlalo have?The podcast currently has 380 episodes available.