Sign up to save your podcastsEmail addressPasswordRegisterOrContinue with GoogleAlready have an account? Log in here.
FAQs about Ezemidlalo:How many episodes does Ezemidlalo have?The podcast currently has 380 episodes available.
September 01, 2019Mr Andile Sidinile- Igqala lamanqindiSincokola nelinye lamagqala mayelana nokusweleka kuka Baby Lee...more8minPlay
September 01, 2019Eastern Cape Sports MEC Mrs Fezeka BayeniUmphathiswa uphawula ngomsitho weembasa apho bekuwongwa khona abadlali basempuma koloni abazibaluleyo kwezemidlalo....more7minPlay
September 01, 2019Mr Loyiso Mtya- Igqala Kumdlalo wamanqindiNamhlanje sive iindaba zokusweleka kwegqala emanqindini uRuben Mateyu, kwanokusweleka kwenenekazi eliselula uBaby Lee Leighandre Jagels nekutyholwa ukuba ubulewe linene ebencuma nalo....more5minPlay
August 25, 2019Miss Busisiwe Matiwane- Kwa Langa Athletics Club – Cape TownuBusisiwe Matiwane uqale ukubaleka ngo 2004 ebalekela iqela lase Ntshona Koloni i-Celtic Harriers.Ubaleke kugqatso oluqaka iTwo Oceans, Comrade Altra Marathon, Century City neCape Town Marathon kwaye mininzi imigama aphumelele kuyo yaseNtshona Koloni kwiminye agqibe kwiimbaleki ezili 10 eziphambili (Top 10).Ukanti iinjongo zakhe xa ebaleka kukuphucula ixesha alibalekileyo…....more12minPlay
August 21, 2019Mr Vuyani Limba- EPRU LegendsAmagqala ombhoxo kwi Eastern Province namhlanje ebesingethe imidlalo yabantwana ye Township Junior Rugby Development kumabala aseZwide Stadium nalapho bekukhuphisana amaqela ka U13 U15 no U16 ngalemva kwemini...more12minPlay
August 21, 2019Mr Leo Mbini- Leo Mbini School Rugby RevivalIbuyile kwakhona itumente yezikolo yokuhlaziya umbhoxo ezikolweni iLeo Mbini School Revival neququzelelwa izexhaswe ngu Mr Mbini. Izakube idlalelwa eBerlin ngolwesihlanu eNkosinathi Primary School Sports Grounds nalapho kuzakube kukhuphisana izikolo ezili -10...more11minPlay
August 17, 2019Miss Yolanda Bukani – Southern Kings PR and Events Manager - Iseqendu sokuqalaSisaphawula inyanga yomama kwaye namhlanje Sincokola negosa eliphuma kwiqela le Southern Kings uYolanda Bukani. uYolanda ujongene nokuququzelela imicimbi yeliqela kwanonxulumana. Ukwalilo nexhoba elaphila kwisifo somhlaza kwaye ngoku sengunozakuzaku okwaziyo ukuthetha ngendlela ayihambileyo ngethuba wayenomhlaza. uYolanda ukwanguye nonobuhle ohamba eqongeni....more11minPlay
August 17, 2019Miss Yolanda Bukani – Southern Kings PR and Events Manager - Iseqendu sesibiniSisaphawula inyanga yomama kwaye namhlanje Sincokola negosa eliphuma kwiqela le Southern Kings uYolanda Bukani. uYolanda ujongene nokuququzelela imicimbi yeliqela kwanonxulumana. Ukwalilo nexhoba elaphila kwisifo somhlaza kwaye ngoku sengunozakuzaku okwaziyo ukuthetha ngendlela ayihambileyo ngethuba wayenomhlaza. uYolanda ukwanguye nonobuhle ohamba eqongeni....more7minPlay
August 11, 2019Likho Tempi- TVET College Provincial GamesBekubanjwe imidlalo eyahlukeneyo kwiDyunivesiti yase Rhodes nebisingethewe yiKholegi iLovedale izolo nalapho bekudlalwa umbhoxo, ibhola ekhatywayo, eyomnyazi, ivolleyball kwakunye ne chess. Sijonga ukuba baqhube njani kwaye yeyiphi imidlalo elandelayo...more8minPlay
August 11, 2019Mr Neville Botha- FNB Schools Classic ClashIzikolo zelokishi yaseBhayi zizakube zisilwa idabi kungquzulwano lwe FNB Schools Classic Clash xa iMzontsundu High School ithathana phezulu neKwa Zakhele High School kumdlalo ozakube useZwide stadium kuleveki ngolwesihlanu, kwangalemini kuzakube kudala iiregional semi finals and finals ye Vuka kwakunye nee trials zika U17...more10minPlay
FAQs about Ezemidlalo:How many episodes does Ezemidlalo have?The podcast currently has 380 episodes available.