
Sign up to save your podcasts
Or


Umhlobo kaPhilangenkosi Makhanya ongumrhanelwa ophambili kwityala lokubulalwa kuka Olorato Mongale uchaze ngeziganeko nokwenzeke ngeyure zokugqibela zikaMakhnaya phambi kokuba abulawe kudubulwano namapolisa ngentseni yangoLwesihlanu (30 May). Indoda eqeshe indawo yokuhlala eManzimtoti kumazantsi eTheku apho uMakhanya adutyulwe khona, uthethe neziko lendaba iSABC. Uthi wathandaza noMakhanya kwimizuzwana embalwa phambi kokuba amapolisa angene kwindlu yakhe. UFanele Mhlongo uqulunqe le ngxelo...
By SABC NewsUmhlobo kaPhilangenkosi Makhanya ongumrhanelwa ophambili kwityala lokubulalwa kuka Olorato Mongale uchaze ngeziganeko nokwenzeke ngeyure zokugqibela zikaMakhnaya phambi kokuba abulawe kudubulwano namapolisa ngentseni yangoLwesihlanu (30 May). Indoda eqeshe indawo yokuhlala eManzimtoti kumazantsi eTheku apho uMakhanya adutyulwe khona, uthethe neziko lendaba iSABC. Uthi wathandaza noMakhanya kwimizuzwana embalwa phambi kokuba amapolisa angene kwindlu yakhe. UFanele Mhlongo uqulunqe le ngxelo...