
Sign up to save your podcasts
Or


Ngokwengxelo yophando olwenziwe ngu Metropolitan ebambisene ne Bureau of Market Research, akumyinge ka seventy five percent amakhaya oMzantsi Afrika ahlawula oomasingcwabane. Oluphando lubonisa ukuba oku bakwenza kuba besithi yindlela yokonga imali ukulungiselela ixesha elizayo, nangona zikhona ezinye iindlela zokonga imali ezifana nee life cover okanye ii investment policies ezinembuyekezo ebonakala ukodlula leyo yoomasingcwabane. Namhlanje ke sinenjongo yokwazi umehluko koluhlobo lotyalo mali kunezinye ezikhoyo. Yilonto ke sithe masikrwece ongusoqoqosho ukusikhanyisela banzi ngoku, u Gqirha Mkhuseli Vimba.....
By SABC NewsNgokwengxelo yophando olwenziwe ngu Metropolitan ebambisene ne Bureau of Market Research, akumyinge ka seventy five percent amakhaya oMzantsi Afrika ahlawula oomasingcwabane. Oluphando lubonisa ukuba oku bakwenza kuba besithi yindlela yokonga imali ukulungiselela ixesha elizayo, nangona zikhona ezinye iindlela zokonga imali ezifana nee life cover okanye ii investment policies ezinembuyekezo ebonakala ukodlula leyo yoomasingcwabane. Namhlanje ke sinenjongo yokwazi umehluko koluhlobo lotyalo mali kunezinye ezikhoyo. Yilonto ke sithe masikrwece ongusoqoqosho ukusikhanyisela banzi ngoku, u Gqirha Mkhuseli Vimba.....