trufm Current Affairs

G20 Anti-Corruption Working Group with SIU


Listen Later

Abaphathiswa bamazwe ohlukileyo nabajongene nemiba yorhwaphilizo, bangungelene kwiphondo leNtshona Koloni, kwintlanganiso eyaziwa ngeG20 Anti-Corruption Working Group.  Umphathiswa wesebe leenkonzo zoluntu nolawulo Inkosi Mzamo Buthelezi, ubambisene necandelo lophando elikhethekileyo kulentlanganiso. Umphathiswa uButhelezi uthi uluntu kufuneka lusebenzisane ukuze urhulumente akwazi ukulwa urhwaphilizo. Kusenjalo, umphathiswa ukwathi banezicwangciso zokukhusela oodiza amahlebo. UAyabonga Kekana ubenodliwano ndlebe nophuma kwiSIU, uKaizer Kganyago.

...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

trufm Current AffairsBy SABC News