trufm Current Affairs

Government Debt


Listen Later

UMphathiswa weSebe lezemali u-Enoch Godongwana, uvakalise ukuba kulindeleke lenyuke liyekuma kwi six-point-three trillion yeeRandi ityala likaRhulumente kunyaka mali ka2025/26. UGodongwana ukuvakalise oku ngethuba esithi thaca uhlahlo lwabiwo-mali lo mbindi wonyaka ePalamente, kwiveki edlulileyo. Eli tyala kulindeleke lenyuke nangona uRhulumente enze iinzame zokulicutha, neziquka ukucuthwa kwenkcitho ngurhulumente. UAyabonga Kekana ube nodliwano ndlebe  nengcali yezoqoqosho uNjingalwazi Bonke Dumisa…

...more
View all episodesView all episodes
Download on the App Store

trufm Current AffairsBy SABC News