Kubalulekile ukuhlala phantsi nabantwana okanye nomntwana, nincokole malunga nezigqibo (decisions) enicinga ukuzithatha ningabazali, ngekamva losapho lwenu, okanye ngezicwangciso (plans) enicinga ukuzithatha ningabazali ngosapho lwenu. Kodwa kubanzima ngamanye amaxesha ukuncokola nabantwana malunga nemiba ethile yosapho, such as plans to divorce as parents; such as moving on with your life after divorce; such as telling the child omkhulisileyo eselusana ukuba you’re not the biological mother/father.
Ukuncokola ngokunabileyo malunga nexesha elifanelekileyo (suitable age yomntwana) yokuxoxa nomntwana malunga nemiba ethile yosapho, masamkele emnxebeni our Psychologist, u-Ziyanda Mavumengwana…