
Sign up to save your podcasts
Or


Kumaphondo aliqela namhlanje kuza kubanjwa ugqatso bambi bethe chu umgama ongange 5km, kuphawulwa iphulo lokufundisa nge-Autism. Abafundi ababini, uNkazi noJoel, nabaphila neAutism, baphambili ekuququzeleni olu gqatso. Ezinye zeenjongo zokubamba olu suku, kukufundisa uluntu ngeAutism, ukunika inkxaso kwabanye abafundi abaphila neAutism, kwakunye nokwazi ngokuphangaleleyo ngeAutism. Emnxebeni uAyabonga Kekana ubambe olitshantliziyo kwimiba yeAutism, nokwa ngumzali kaNkazi, uLuleka Radebe...
By SABC NewsKumaphondo aliqela namhlanje kuza kubanjwa ugqatso bambi bethe chu umgama ongange 5km, kuphawulwa iphulo lokufundisa nge-Autism. Abafundi ababini, uNkazi noJoel, nabaphila neAutism, baphambili ekuququzeleni olu gqatso. Ezinye zeenjongo zokubamba olu suku, kukufundisa uluntu ngeAutism, ukunika inkxaso kwabanye abafundi abaphila neAutism, kwakunye nokwazi ngokuphangaleleyo ngeAutism. Emnxebeni uAyabonga Kekana ubambe olitshantliziyo kwimiba yeAutism, nokwa ngumzali kaNkazi, uLuleka Radebe...