
Sign up to save your podcasts
Or


Ubhiyozela ishumi leminyaka waswekwayo umnyhadala wemiboniso-bhanya-bhanya weMpuma Koloni, iECFF ngamafuphi. Le mibhiyozo iza kuphawulwa kumyhadala oza kubanjwa ngomhla wokuqala uyokuma kowesithandathu kwinyanga ezayo, phantsi komxholo othi "It all starts with a dream - wake up and make it real". Lo mnyhadala uza kubonisa izakhono, nomsebenzi womboniso-bhabhanya oveliswe kweli phondo leMpuma Koloni. Ukusabela banzi, emnxebeni uAmanda Xhala ubambe umseki, nokwangumlawuli walo myhadala, uNceba Mqolomba...
By SABC NewsUbhiyozela ishumi leminyaka waswekwayo umnyhadala wemiboniso-bhanya-bhanya weMpuma Koloni, iECFF ngamafuphi. Le mibhiyozo iza kuphawulwa kumyhadala oza kubanjwa ngomhla wokuqala uyokuma kowesithandathu kwinyanga ezayo, phantsi komxholo othi "It all starts with a dream - wake up and make it real". Lo mnyhadala uza kubonisa izakhono, nomsebenzi womboniso-bhabhanya oveliswe kweli phondo leMpuma Koloni. Ukusabela banzi, emnxebeni uAmanda Xhala ubambe umseki, nokwangumlawuli walo myhadala, uNceba Mqolomba...