Kwi-Izimvo Zabantwana Skeem kufuneka ucele umzali akufundise ngomzimba wakho. Ubuyazi ukuba umntwana omncinci oqala kwiminyaka eyi-9 unyuka uyakwazi ukuba nomntwana. Kunjalo Skeem yilento kungafunekanga siyeke abantu basiphathe ngendlela engafanelekanga kumalungu ethu angasese...