
Sign up to save your podcasts
Or


Amabanjwa amahlanu achazwa njenga nobungozi asuka kwiintolongo zaseMelika, athunyelwe kwintolongo yelizwe lase Swatini. Lamabanjwa ajamelene namatyala ohlukileyo aquka ukubulala nokudlwengula abantwana. Amazwe abo okuzalwa yi-Vietnam, Jamaica, Yemen, Cuba kwakunye naseLaos. Urhulumente waseMelika uthe oorhulumente balamazwe lamabanjwa asuka kuwo, bayala ukuwamkela. UAyabonga Kekana uncokole nomhleli weendaba kwiphepha ndaba iSwaziland News, uZweli Martin Dlamini
By SABC NewsAmabanjwa amahlanu achazwa njenga nobungozi asuka kwiintolongo zaseMelika, athunyelwe kwintolongo yelizwe lase Swatini. Lamabanjwa ajamelene namatyala ohlukileyo aquka ukubulala nokudlwengula abantwana. Amazwe abo okuzalwa yi-Vietnam, Jamaica, Yemen, Cuba kwakunye naseLaos. Urhulumente waseMelika uthe oorhulumente balamazwe lamabanjwa asuka kuwo, bayala ukuwamkela. UAyabonga Kekana uncokole nomhleli weendaba kwiphepha ndaba iSwaziland News, uZweli Martin Dlamini